USAID DEC
Ukufundisa ulwimi lwaseKhaya kwa abantwana abancinci kaBanga R Ukufundisa ulwimi lwaseKhaya kwa abantwana abancinci kaBanga R kungukwazi ukuba ukhulume ukufunda nokubhala, ukumamela, ukuthetha, isigama, nokuqonda.
2019 · 112 pages

Abstract
Abantwana badinga amathuba okwakha ulwazi lwabo nokuqonda kwizinto ezimbini ezingundoqo. Imisebenzi yahlulwe yaba ngamacandelo amathathu, icandelo ngalinye linentshayelelo yalo: 1. Imisebenzi yoonobumba nezandi 2. Imisebenzi esekelwe ebalini 3. Imisebenzi yamaqela atshintshanayo Njengoko ulungiselela ukufundisa umjikelo weeveki ezimbini, qala ngesiCwangciso seeveki ezimbini (esikwiphepha le-22) Yalathisa yonke imisebenzi oza kuyenza, yonke imihla, iiveki ezimbini. Ukuba ulandela isicwangciso, uya kube uqukumbela yonke into oyidingayo yokufundisa uLwimi lwaseKhaya ngendlela yeCAPS. Abantwana baza kufumana ngokulinganayo imisebenzi yeklasi yonke neyamaqela, eminye yayo baya kuzenzela bodwa ngaphandle kokuncediswa; kweminye baya kukhokelwa ngutitshala. Isikhokelo sikaStellar ngasinye sooTitshala sinebali elinye, oza kulifumana kwiphepha lesi-14, kunye nevesi, iculo noluhlu lwesigama. Sebenzisa eli bali elisekuqaleni kwencwadi ngalo lonke ixesha ufuna. Inkqubo yethu kaStellar inikeza izimvo zethiyori nezenzekayo ukunceda ukwakha ulwimi olutyebileyo eklasini oluxhasa uphuhliso lokufunda nokubhala okusisiseko. Inkqubo iyiliwe emva koko yahlaziywa ngokwengxelo evela kootitshala nabaqeqeshi beBanga R. Imathiriyeli yeklasi kaStellar iStellar inikeza izimvo zethiyori nezenzekayo ukunceda ukwakha ulwimi olutyebileyo eklasini oluxhasa uphuhliso lokufunda nokubhala okusisiseko. Inkqubo iyiliwe emva koko yahlaziywa ngokwengxelo evela kootitshala nabaqeqeshi beBanga R. Ukufundisa ulwimi lwaseKhaya kwa abantwana abancinci kaBanga R kungukwazi ukuba uk
Connected topics
Classification